Passt nicht? Macht nichts! Bei uns ist die Rückgabe innerhalb von 30 Tagen möglich
Mit einem Geschenkgutschein können Sie nichts falsch machen. Der Beschenkte kann sich im Tausch gegen einen Geschenkgutschein etwas aus unserem Sortiment aussuchen.
30 Tage für die Rückgabe der Ware
"Kum ke ingaba ithetha ukuthini yonke le ntshwaqane? Njengoko imibhalo nge mibhalo endiyikhuphe ngesi Ngesi ibhentsisile, kuye kwakhona ukulahleka okuthile apha kulo mntu undim. Ngenxa yezi zathu ezi thile endizibaluleyo kuma qonga nga maqonga, zizathu endingenalo ixesha loku ngena kuzo ngoku, ndiye ndafuna ukubunikela umva ubuntu nobu Afrika bam. Le mibongo ke, njenge ziyaca, iye yandi rhintyela ngoku mandla. Ndine mincili egqithileyo ke ukubeka lembiza yo mxoxozi phambi kwenu. Ndine themba lokuba omnye nomnye uya kuzuza lukhulu."
"What does this all mean to me? As different English genres that I have released through different platforms attest, there has been an element of losing my essence and core of humanity. As a direct result of a multitude of reasons that I have entertained through the above-mentioned platforms, the latter of which I do not have the luxury of time to entertain at the present moment, I found myself on the verge of turning my back to my humanity and African-ness. Like Xhosa traditional necklaces, these poems insnared my being in such scrupulous ways. I am very much happy to present this mix masala pot to you. I am trusting that each and everyone of you will get something of much value."
Hallo! Ich bin Libroamiko, dein Buchberater.
Wie kann ich dir helfen?